1 Yeziganeko 11:2 Ibhayibhile (XHO96)

Phambili phaya, ngokuya uSawule ebesengukumkani, amaSirayeli ayekhokelwa nguwe xa aya emfazweni. *UNdikhoyo uThixo wakho wathi kuwe: ‘Wena uya kuba ngumalusi wabantu bam amaSirayeli, ube ngumlawuli wabo.’ ”

1 Yeziganeko 11

1 Yeziganeko 11:1-6