1 Kwabasetesalonika 1:9 Ibhayibhile (XHO96)

Seyingundaba-mlonyeni kubo bonke abantu indlela enasamkela ngayo kutyelelo lwethu. Kanti nokulahla kwenu izithixo niguqukela kuThixo, ukuze nibe zizicaka zoThixo wenene ophilayo, kukwanjalo.

1 Kwabasetesalonika 1

1 Kwabasetesalonika 1:3-10