1 Kwabasetesalonika 1:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba kaloku udaba lweNkosi lwahlokoma luphuma kuni, alwaya eMakedoni naseAkaya kuphela, koko iindaba zokukholwa kwenu kuThixo zihlwayeleke kuyo yonke indawo, kangangokuba akusekho mfuneko yakuba sichaze nto thina.

1 Kwabasetesalonika 1

1 Kwabasetesalonika 1:1-10