1 Kwabasekorinte 12:25-27 Ibhayibhile (XHO96)

25. Ngoko ke akukho kubukulana emzimbeni – asuka amalungu onke ilelo linyamekele elinye.

26. Xa sukuba elinye lisifa, onke amanye amalungu avelana nalo; kuthi lakunikwa imbeko, onke amanye avuyisane nalo.

27. Ningumzimba kaKrestu ke xa ninonke nina; elowo kuni lilungu laloo mzimba.

1 Kwabasekorinte 12