1 Kwabasekorinte 11:34 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba kukho olambileyo, makaqale atye ekhaya, ukuze ukuhlangana kwenu kunganizeli nokugwetywa. Eminye imicimbi ndoyiphonononga ndakuba ndifikile apho.

1 Kwabasekorinte 11

1 Kwabasekorinte 11:31-34