19. Isimangalo esenziwa ngomkhokeli uze ungasamkeli ngele kokuba sixhaswa ngamangqina amabini namathathu.
20. Abo bonayo, bangxolise ekuhleni, khon' ukuze nabanye boyike ukona.
21. Ndiyakuyala phambi koThixo, noYesu Krestu, kunye naphambi kwezithunywa zakhe, ukuba uyigcine le mithetho, ungabi namkhethe.
22. Uzungafan' ubeke izandla nayiphi na indoda. Zigcine nyulu, ungazidibanisi nasono samntu.