1 Kutimoti 6:1 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke abantu abaphantsi kwedyokhwe yobucaka mababahloniphe ngokupheleleyo abaphathi babo, ukuze igama likaThixo kunye nemfundiso yobuKrestu zingajongelwa phantsi.

1 Kutimoti 6

1 Kutimoti 6:1-7