1 Kutimoti 4:3 Ibhayibhile (XHO96)

Bayawuchasa umtshato, banqande abantu ekutyeni uhlobo oluthile lokutya. Kambe ke oku kutya kudalwe nguThixo, ekwenzela ukuba kwamkelwe ngombulelo ngabo bakholwayo, bayaziyo inyaniso.

1 Kutimoti 4

1 Kutimoti 4:1-4