1 Kayohane 2:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba ngubani ixoki xa ingenguye lowo uphikayo ukuba uYesu unguKrestu? Umntu onjalo ungumchasi kaKrestu. Akamvumi uYise kwanoNyana.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:17-29