1 Kasamweli 9:22 Ibhayibhile (XHO96)

USamweli wabangenisa ooSawule nesicaka sakhe egumbini elikhulu, wabahlalisa ezihlalweni zabona bahloniphekileyo phambi kwezinye iindwendwe ezimenyiweyo ezazimalunga namashumi amathathu.

1 Kasamweli 9

1 Kasamweli 9:12-26