1 Kasamweli 9:21 Ibhayibhile (XHO96)

USawule uthe ukuphendula: “Mna ndingowakwaBhenjamin, esona sizwe sincinane kwaSirayeli, yaye nabesiduko sakowethu ngowona mzi uphantsi kweso sizwe. Kungani na ukuba uthethe nam ngolu hlobo?”

1 Kasamweli 9

1 Kasamweli 9:12-24