1 Kasamweli 8:7 Ibhayibhile (XHO96)

waza wathi kuye uNdikhoyo: “Bek' iindlebe uyiphulaphule into abayithethayo aba bantu. Ababukuli wena; ndim lo bangamfuniyo ukuba abalawule.

1 Kasamweli 8

1 Kasamweli 8:1-12