Abemi baseBhete-shemeshe bathi: “Kambe ke ngubani onako ukuma phambi *koNdikhoyo, lo Thixo wahluke kangaka? Singayithumela phi ityesi yakhe ukusuka apha?”