1 Kasamweli 31:13 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko bawathatha amathambo abo, baya kuwangcwaba ngaphantsi komthi womtamariske eJabheshe, baza bazila iintsuku ezisixhenxe.

1 Kasamweli 31

1 Kasamweli 31:7-13