1 Kasamweli 31:12 Ibhayibhile (XHO96)

kwanduluka onke amagorha alapho, ahamba ubusuku bonke esinga eBhete-shan. Afika azithula izidumbu zooSawule noonyana bakhe kolo donga lwaseBhete-shan, agoduka nazo, aya kuzitshisa eJabheshe.

1 Kasamweli 31

1 Kasamweli 31:8-13