1 Kasamweli 30:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi xa kumpondo-zankomo ngomhla olandelayo, zanqoza, ebahlasela uDavide, zatsho kwada kwangongcwalazi. Akwasinda namnye kubo ngaphandle kwamakhulu amane abafana abasuka bona bakhwela ezinkameleni, babaleka.

1 Kasamweli 30

1 Kasamweli 30:14-27