1 Kasamweli 30:16 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ke loo mfo wabasa ooDavide apho babemise kona abanqolobi.Babethe saa abanqolobi abo kuloo ndawo, kutyiwa, kuselwa, kubhiyozelwa amaxhoba angako awayethinjwe kwelamaFilistiya nakwaJuda.

1 Kasamweli 30

1 Kasamweli 30:8-18