1 Kasamweli 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uEli kuye: “Hamba wena, yiya kulala. Xa ubuye weva ubizwa, uze uthi: ‘Thetha, Ndikhoyo; isicaka sakho siphulapule.’ ” Waya kulala ke uSamweli emandlalweni wakhe.

1 Kasamweli 3

1 Kasamweli 3:1-12