1 Kasamweli 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wabuya wambiza uSamweli isihlandlo sesithathu. Wavuka uSamweli, waya kwakuEli, wafika wathi: “Ndim lo, mhlekazi; ubundibiza.”Waqonda ngoku uEli ukuba nguNdikhoyo lo umana ebiza lo mfana.

1 Kasamweli 3

1 Kasamweli 3:1-14