1 Kasamweli 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wabuya wambiza uSamweli. Wavuka ke umfana, waya kwakuEli, wathi: “Mhlekazi, uyandibiza. Ndim lo!”Kambe yena uEli wathi: “Hayi, andikubizanga; yiya kulala, mfo wam.”

1 Kasamweli 3

1 Kasamweli 3:1-10