1 Kasamweli 3:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhawuleza waya kuEli, wafika wathi: “Ndim lo; ubundibiza.”Wathi yena uEli: “Hayi, yiya kulala, mfo wam; andikhange ndikubize.” Waya kulala ke.

1 Kasamweli 3

1 Kasamweli 3:3-10