1 Kasamweli 29:9 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngeba nditsho nam, Davide.” NguAkishe ke lowo. “Mna ndikubona unyaniseke ngokungathi usisithunywa sikaThixo. Kodwa ke ezinye iinkokheli zithi asinako ukuya nawe emfazweni.

1 Kasamweli 29

1 Kasamweli 29:7-11