1 Kasamweli 29:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuza wathi uDavide: “Ndenzeni, mhlekazi? Wena ubone sikhwasilima sini na kum oko ndafikayo apha? Ngani ndingavunyelwa nje ndihambe nawe, mhlekazi, ndiye kulwa neentshaba zenkosi yam?”

1 Kasamweli 29

1 Kasamweli 29:4-11