1 Kasamweli 24:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ndiyazi ukuba iza kuba nguwe ukumkani wakwaSirayeli, nokuba ulawulo lwakwaSirayeli luya kuzinziswa ezandleni zakho.

1 Kasamweli 24

1 Kasamweli 24:18-22