1 Kasamweli 24:19 Ibhayibhile (XHO96)

Yakha yabonwa phi into yokuba athi umntu, selelubambile utshaba lwakhe, abuye aluyeke angalwenzakalisi? Ubenga uNdikhoyo angakuthamsanqela ngale nto ilungileyo undenzele yona namhlanje.

1 Kasamweli 24

1 Kasamweli 24:11-21