1 Kasamweli 24:2 Ibhayibhile (XHO96)

USawule wathatha amawaka amathathu amadoda akhethiweyo kwaSirayeli, wangena ekhondweni, esiya kukhangela uDavide ngakwicala langasempumalanga laMaweempunzi.

1 Kasamweli 24

1 Kasamweli 24:1-6