1 Kasamweli 24:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ukubuya kwakhe uSawule emfazweni, evela kulwa namaFilistiya, waxelelwa ukuba uDavide wayekwintlango yase-Engedi.

1 Kasamweli 24

1 Kasamweli 24:1-9