1 Kasamweli 23:9 Ibhayibhile (XHO96)

Zafika kuDavide iindaba zokuba uSawule uceba ukwenza ububi kuye, waza wathi kuAbhiyatare: “Yiza nesidanga.”

1 Kasamweli 23

1 Kasamweli 23:8-15