1 Kasamweli 23:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ubuze *kuNdikhoyo ke uDavide wenjenje: “Ndikhoyo, Thixo kaSirayeli, ndiva kusithiwa ngenene uSawule uzimisele ukuza kuyihlasela ayitshabalalise iKehila ngenxa yam.

1 Kasamweli 23

1 Kasamweli 23:8-11