1 Kasamweli 23:5 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wanduluka kunye namadoda akhe, baya kuwahlasela amaFilistiya. Babulala amaFilistiya amaninzi, bathimba nemihlambi yawo. Waba ke uyihlangule njalo loo dolophu uDavide.

1 Kasamweli 23

1 Kasamweli 23:1-14