1 Kasamweli 22:19 Ibhayibhile (XHO96)

Wada wabulala bonke abemi baseNobhi, eyayisisixeko sababingeleli. Kwafa amadoda nabafazi, abantwana neentsana; kwafa zinkomo, zidonki, zigusha, akwasala nto.

1 Kasamweli 22

1 Kasamweli 22:16-23