1 Kasamweli 22:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke uSawule kuDowegi: “Bahlasele aba babingeleli!” Waza uDowegi wabahlasela wababulala bonke. Yayingamashumi asibhozo ababingeleli ababenelungelo lokuphatha *isidanga ababulawa nguDowegi ngaloo mini.

1 Kasamweli 22

1 Kasamweli 22:14-23