1 Kasamweli 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

nguye ophakamis' iindway' eluthulini,abasuse eluthuthwini abahlelelekileyo,ababeke kunye neendwalutho,baxhamle uzuko lobukhosi.Iintsika zehlabathi zezikaNdikhoyo;walithi zinzi elimiweyo phezu kwazo.

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:1-12