1 Kasamweli 2:21 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ngenene wamvelela uHana, waza wamitha, wazala abanye oonyana abathathu kunye neentombi ezimbini. Yona inkwenkwe uSamweli yakhulela kwaNdikhoyo.

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:19-22