1 Kasamweli 2:20 Ibhayibhile (XHO96)

UEli wayemthamsanqelisa uElikana nomkakhe uHana, athi: “Ubenga uNdikhoyo angenza lo mfazi akuzalele abanye abantwana endaweni yalo wamcelayo waza wamnikela kuye,” baze ke emva koko bagoduke.

1 Kasamweli 2

1 Kasamweli 2:16-24