1 Kasamweli 18:23 Ibhayibhile (XHO96)

Amaphakathi ke awathetha loo mazwi kuDavide. Yena wenjenje ukuphendula: “Nicinga ukuba kuyinto elula na ukuba ngumkhwenyana kakumkani? Kaloku mna ndilihlwempu elingaziwayo.”

1 Kasamweli 18

1 Kasamweli 18:22-27