1 Kasamweli 18:22 Ibhayibhile (XHO96)

Wathuma amaphakathi akhe uSawule, esithi: “Thethani noDavide bucala, nithi: ‘Ukumkani ukholisekile nguwe, yaye onke amagosa kakumkani ayakuthanda. Ngoko ke yiba ngumkhwenyana kakumkani.’ ”

1 Kasamweli 18

1 Kasamweli 18:13-25