1 Kasamweli 18:1 Ibhayibhile (XHO96)

Bayigqiba incoko yabo ooSawule noDavide. Intliziyo yonyana kaSawule, uJonatan, yaphakelana kanobom nekaDavide, wamthanda ngale ndlela azithanda ngayo yena.

1 Kasamweli 18

1 Kasamweli 18:1-5