1 Kasamweli 17:51 Ibhayibhile (XHO96)

Wasukela waya kutsho phezu kukaGoliyati. Wafika walithi rhutyu esingxotyeni salo ikrele likaGoliyati, wamnqumla intloko ngalo, emgqibezela.Acela kwabasicatyana amaFilistiya, akubona ukuwa kwegorha lawo.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:45-58