Wathatha intonga yakhe, wachola amatye ampuluswa amahlanu apho entlanjeni, wawafaka engxoweni yakhe yokwalusa. Warhola *inkwitshi yakhe, wahamba ukuya kugagana nomFilistiya lowo.