1 Kasamweli 17:39 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide waxwaya ikrele likaSawule, waza wanga angahamba, suka akaba nako, kuba wayengaziqhelanga ezi zixhobo. Ubhekise kuSawule wathi: “Andikwazi ukuhamba ndinxibe ezi zinto; kaloku andiziqhelanga.” Watsho wazikhulula zonke.

1 Kasamweli 17

1 Kasamweli 17:31-44