1 Kasamweli 15:13 Ibhayibhile (XHO96)

Walanda ekhondweni uSamweli, wada wamfumana, uSawule wathi: “Makakuthamsanqele uNdikhoyo, Samweli! Ndiwufezile umyalelo kaNdikhoyo!”

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:8-17