1 Kasamweli 15:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndiyazisola ngokumenza ukumkani uSawule lo. Selenxaxhile kum ngokungawuthobeli umyalelo wam.” Wakhathazeka kakhulu uSamweli yile nto. Wahlala ubusuku bonke ezibika kuNdikhoyo.

1 Kasamweli 15

1 Kasamweli 15:4-20