1 Kasamweli 14:50 Ibhayibhile (XHO96)

Igama lomkakhe yayinguAyinowam, intombi ka-Ahimazi. Umkhosi wakhe wawuphantsi komntakwabo uAbhinere, unyana kaNere uyisekazi.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:41-52