1 Kasamweli 14:48 Ibhayibhile (XHO96)

Wayesilwa ngokukhalipha, wachitha nkqu nama-Amaleki. Wawahlangula amaSirayeli ekuhlaselweni ziintshaba zawo.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:46-52