1 Kasamweli 14:47 Ibhayibhile (XHO96)

USawule ekubeni engene ezintanjeni zokulawula, wazilwa iintshaba zamaSirayeli kwiindawo ngeendawo. Walwa namaMowabhi, ama-Amon, kunye namaEdom, kwakunye neekumkani zaseZobha, namaFilistiya. Wayetshatshela konke apho aya khona edabini.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:38-52