1 Kasamweli 14:43 Ibhayibhile (XHO96)

Ubuze uJonatan uSawule esithi: “Ndixelele, wenze sono sini?”UJonatan uphendule wathi: “Ndingcamle nje intwana yobusi ngomva wentonga yam. Ngaba mandifele loo nto?”

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:41-52