1 Kasamweli 14:40 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe uSawule kumkhosi wakhe uphela: “Kulungile ke, yimani kweliya cala nonke; mna noJonatan siza kuma kweli.”“Yenza ngokubona kwakho, mhlekazi,” yatsho impendulo.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:32-49