1 Kasamweli 14:39 Ibhayibhile (XHO96)

Ndifunga uNdikhoyo ophilayo, lo ungumhlanguli kaSirayeli, ukuba loo mntu wenze lo monakalo uya kufa, nditsho nokuba nguJonatan unyana wam.” Kwathi nzwanga!

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:38-40