1 Kasamweli 14:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mhla emva kokuba amaSirayeli ewatyakatyile amaFilistiya ukusuka eMikimashe kuse eAyalon, aziva ephelile kukudinwa.

1 Kasamweli 14

1 Kasamweli 14:27-32